The Lion Cries (Mbube)

Album cover art for "The Lion Cries (Mbube)" by Miriam Makeba

Miriam Makeba - Pop, IsiXhosa

The Lion Cries (Mbube)

0 Plays

Duration: 4:56

View ArtistView Album

Lyrics

Language:

[Intro] Walal'emini sodliw'amathamsanqa, mama Yeh hay hay hay hay hay Kutheni ngath'andiva kahle nje, mfowethu? Yintoni ngathi niyanxila nje? Ngathi walal'emini sodliw'amathamsanqa, mama Yeh hay hay hay hay hay [Verse] Woya Yiyo helele uyimbube mama bo Helele, helele Ndanxila bo (Mbube hah) Ndazula mna (Uyimbube hay) Ndanxila (Uyimbube hay) Helele mama (Uyimbube hay) Ndanxila bo (Mbube hah) Ndazula mna (Uyimbube hay) Ndanxila (Uyimbube hay) Helele mama (Uyimbube hay) Mbube ha uyimbube (Helele, helele, helele) Bathi uyimbube mama bo (Uyimbube) Ndazula mama (Uyimbube) Mbube ha uyimbube (Helele, helele, helele) Bathi uyimbube mama bo (Uyimbube) Helele mama (Uyimbube) Mbube ha uyimbube (Yiyo heh welele) Uyimbube mama bo (Uyimbube) Helele mama (Uyimbube) Mbube ha uyimbube (Yiyo heh welele) Uyimbube mama bo (Uyimbube) Ngazula mama (Uyimbube) Mbube ha uyimbube (Hey, hey, hey) Uyimbube mama bo (Uyimbube) Helele mama (Uyimbube) Mbube ha uyimbube (Hey, hey, hey) Uyimbube mama bo (Uyimbube) Helele mama (Uyimbube) Hayi, hayi, hayi, hayi, hayi, hayi (Mbube) Hayi, hayi, hayi, hayi, hayi, hayi (Uyimbube) Uyimbube mama bo (Uyimbube) Ndazula mama (Uyimbube) Hayi hayi hayi hayi hayi hayi (Mbube) Hayi hayi hayi hayi hayi hayi (Uyimbube) Uyimbube mama bo (Uyimbube) Helele mama (Uyimbube) Ndithi ndakuthetha mna (Mbube) Kwasuka kwanxila amadoda bo (Uyimbube) Helele mama (Uyimbube) Ndithi ndakuthetha mna (Uyimbube) Kwasuka kwanxila amadoda bo (Uyimbube) Helele mama (Uyimbube) Mbube ha uyimbube (Hey, hey, hey) Uyimbube mama bo (Uyimbube) Helele mama (Uyimbube) Mbube ha uyimbube (Helele, helele, helele) Bathi uyimbube mama bo (Uyimbube) Helele mama (Uyimbube) Mbube ha uyimbube (Yi, yi, yi, yi) Uyimbube mama bo (Uyimbube) Helele mama (Uyimbube) Mbube ha uyimbube (Yi, yi, yi, yi) Uyimbube mama bo (Uyimbube) Helele mama (Uyimbube) [Outro] Walal'emini sodliw'amathamsanqa mama Yiza! Yeh hay hay hay hay hay

Rate this song

Rate this song

0/5.0 - 0 Ratings

5
0.0% (0)
4
0.0% (0)
3
0.0% (0)
2
0.0% (0)
1
0.0% (0)

Loading comments...

Credits

Writers
  • Solomon Linda