Baxabene Oxamu

Lyrics
[Chorus] Baxabene oxamu Bexabene ngengxongxo Bexakwe yinxu baxaka Baxabene oxamu Bexabene ngengxongxo Bexakwe yinxu baxaka [Verse 1] Hayi, ke le gqi iqheya Laxing' eqhingeni Beliqhatha baba geqotho leqhude Hayi, ke le gqi iqheya Laxing' eqhingeni Beliqhatha baba geqotho leqhude [Chorus] Baxabene oxamu Bexabene ngengxongxo Bexakwe yinxu baxaka Baxabene oxamu Bexabene ngengxongxo Bexakwe yinxu baxaka [Verse 2] Hayi, ke le gqi iqheya Laxing' eqhingeni Beliqhatha baba geqotho leqhude Hayi, ke le gqi iqheya Laxing' eqhingeni Beliqhatha baba geqotho leqhude Hayi, ke le gqi iqheya Laxing' eqhingeni Beliqhatha baba geqotho leqhude [Chorus] Baxabene oxamu Bexabene ngengxongxo Bexakwe yinxu baxaka Baxabene oxamu Bexabene ngengxongxo Bexakwe yinxu baxaka
Rate this song
0/5.0 - 0 Ratings
Loading comments...