Khusela

Album cover art for "Khusela" by Kabza De Small & Msaki

Kabza De Small & Msaki - Pop, IsiXhosa

Khusela

12K Plays

Lyrics

[Verse 1] Bawo khusela, abantwana bakho Bawo khusela, abantwana bakho Bawo khusela, abantwana bakho (Bawo khusel' ingane zakho) Ndizibika kuwe Mdali (Bawo khusela, abantwana bakho) Sikelela imini zam Qaba uimbi andinyayo (Bawo khusela, abantwana bakho) Endinga ngena kuyo Iba ne nceba kuthi Themba limbi andinalo (Bawo khusela, abantwana bakho) Endinga bamba lona Qaba yimbi andinayo Wuwe ithemba lam [Verse 2] Hlamba nantsi inhliziyo Ngizibika kuwe Ngizibika kuwe Kuwe mdali Sikelela imini zam Sikelela imini zam Qaba yimbi andinayo Yiba ne nceba Yiba ne nceba kuti Sikelela imini zam' Themba limbi andinalo Endinga bamba lona Hlamba nantsi intliziyo yam Uyenze ngcwele yona Qaba yimbi andinayo Endinga ngena kuyo Ndizibika kuwe mdali Sikelela imini zam' Yiba ne nceba [Verse 3] Abantwana Abantwana bakho Themba limbi andinalo (Bawo khusеla, abantwana bakho) Endinga zifihla kulo Hlamba nantsi inhliziyo Hlamba nantsi inhliziyo (Bawo khusela, abantwana bakho) Uyilungise Ixokise Uyеnze msulwa Uyenze msulwa yona Abantwana Abantwana bakho Bkhalela mna Iba ne nceba Iba nenceba Singabantwana bakho Iba ne nceba

Rate this song

Rate this song

0/5.0 - 0 Ratings

5
0.0% (0)
4
0.0% (0)
3
0.0% (0)
2
0.0% (0)
1
0.0% (0)

Loading comments...

Credits

Credits Not Found