He Lives in You (2019)

Album cover art for "He Lives in You (2019)" by Walt Disney Records Germany

Walt Disney Records Germany - Pop, Musicals

He Lives in You (2019)

11.9K Plays

Duration: 5:06

View Artist

Lyrics

Language:

Ingonyama ingonyama Ingonyama ingonyama Ingonyama ingonyama Ingonyama ingonyama Ubusuku no moya wobomi Buyakubiza Mamela Nezwi Elinoyiko lwe ntsana Liyaphendula Oh, mamela Ubukhosi bo khokho Yima, akukho bunzima Yiva lamazwi uhlale ethembeni, [?] Hela hey mamela Hela hey mamela Hela hey mamela Hela... Uphila kuwe (Hela hey mamela, hela) Uphila nakum (Hela hey mamela, hela) Uhlal'ejongile (Hela hey mamela, hela) Yonk'into esiyibonayo (Hela hey mamela, hela) Nansenemanzini (Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela) Nasenyanisweni (Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela) Nase mfanekisweni wakho (Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela) Uphila kuwe Uphila kuwe (Hela hey mamela, hela) Uphila nakum (Hela hey mamela, hela) Uhlal'ejongile (Hela hey mamela, hela) Yonk'into esiyibonayo (Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela) Nansenemanzini (Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela) Nasenyanisweni (Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela) Nase mfanekisweni wakho (Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela) Uphila kuwe Uphila kuwe Oh, oh Whoa, oh Yima, akunabunzima Yiva lamazwi uhlale Yibanethemba Uphila kuwe Uphila nakum Uhlal'ejongile Yonk'into esiyibonayo Nansenemanzini (Ingonyama nengw' enamabala) Nasenyanisweni (Ingonyama nengw' enamabala) Nase mfanekisweni wakho (Ingonyama nengw' enamabala) Uphila kuwe, ah, ah Uphila kuwe, whoa (Ingonyama nengw' enamabala) Uphila nakum (Ingonyama nengw' enamabala) Uhlal'ejongile (Ingonyama nengw' enamabala) Yonk'into esiyibonayo (Ingonyama nengw' enamabala) Nansenemanzini (Ingonyama nengw' enamabala) Nasenyanisweni (Ingonyama nengw' enamabala) Nase mfanekisweni wakho (Ingonyama nengw' enamabala) Uphila kuwe Uphila kuwe Oh, [?] Oh, [?] [?]

Rate this song

Rate this song

0/5.0 - 0 Ratings

5
0.0% (0)
4
0.0% (0)
3
0.0% (0)
2
0.0% (0)
1
0.0% (0)

Loading comments...

Credits

Writers
  • Mark Mancina
  • Jay Rifkin
  • Lebo M