Ekhaya

Lyrics
Izikoleto ndizibona xa ndibuya emakhaya Ngisayo nyathela emadlelweni Yeah, yaluhlaza Sayobingelela abadala, ndihlale nabo Leso skhathi ndiphula isonka, ndiphelezeli ingane Ezikoleni ndizibona xa ndibuya emakhaya Ngisayo nyathela emadlelweni Yeah, yaluhlaza Sayobingelela abadala nami, ndihlale nabo Leso skhathi ndiphula isonka, ndiphelezeli ingane Ndimane ndipipi izimvu Ndimane ndisuk'bonga Emsamo (Funek' ubonge njalo) Ndincedu makhulu ngamasi Ekhaya Ekhaya (Ekhaya) Ekhaya Ndimane ndipipi izimvu (Ndipipi izimvu ngothando) Ndimane ndisuk'bonga Emsamo (Funek' ubonge njalo) Ndincedu makhulu ngamasi Ekhaya Ekhaya Ngiyothatha amandla ekhaya Iskhath' s'yangshiya, ibhasi liyahamba Ngizok'bona mntakwethu Nеmali nayingenile Ibajabulise, еkhaya Ngene nezipho, kuvuyo mncane Xesha limkile, ngiyobabona kithi Ngiyothatha amandla ekhaya Iskhath' s'yangshiya, ibhasi liyahamba Ngizok'bona mntakwethu Nemali nayingenile Ibajabulise, ekhaya Ngene nezipho, kuvuyo mncane Xesha limkile, ngiyobabona kithi Ndimane ndipipi izimvu (Ndimane ndipipi izimvu) Ndimane ndisuk'bonga Emsamo (Funek' ubonge njalo) Ndincedu makhulu ngamasi Ekhaya, ekhaya Ekhaya, ekhaya, ekhaya Ekhaya, ekhaya, ekhaya Ekhaya, ekhaya, ekhaya Ekhaya, ekhaya, ekhaya Ekhaya (Ekhaya) Izikoleto ndizibona xa ndibuya emakhaya Ngisayo nyathela emadlelweni Yeah, yaluhlaza Sayobingelela abadala, ndihlale nabo Leso skhathi ndiphula isonka, ndiphelezeli ingane Ndimane ndipipi izimvu (Ndipipi izimvu ngothando) Ndimane ndisuk'bonga Emsamo (Funek' ubonge njalo) Ndincedu makhulu ngamasi Ekhaya, ekhaya Ngiyothatha amandla ekhaya Iskhath' s'yangshiya, ibhasi liyahamba Ngizok'bona mntakwethu Nemali nayingenile Ngiyobajabulise, ekhaya Ngene nezipho, kuvuyo mncane Xesha limkile, ngiyobabona kithi Ekhaya, ekhaya, ekhaya (Funek' ubonge njalo) Ekhaya, ekhaya, ekhaya (Funek' ubonge njalo) Ekhaya, ekhaya, ekhaya (Funek' ubonge njalo) Ekhaya, ekhaya, ekhaya (Funek' ubonge njalo) Ekhaya, ekhaya, ekhaya (Funek' ubonge njalo) Ekhaya, ekhaya, ekhaya (Funek' ubonge njalo) Ekhaya, ekhaya, ekhaya (Funek' ubonge njalo) Ekhaya Ekhaya (Ekhaya)
Rate this song
0/5.0 - 0 Ratings
Loading comments...
Credits
- Writers
- Sam Deep
- Stixx
- Nvcho
- Thatohatsi