Zimbali

Lyrics
[Verse] Ngicela ngik'thande Ndifuna siblome Kanje kanje imihla nezulu Ekhaya bayazi ngibahlebele Ukuba nguwe nguwe umaqondana wami [Pre-Chorus] Kutheni ngathi dala sisazana Angikalali masiye eZimbali Kutheni ngathi kudala sisazana Angikalali masiye eZimbali [Chorus] Masiye eZimbali sidle kamnandi Masikhohlwe yonkinto siyeke yonkinto Masiye eZimbali sidle kamnandi Masikholwe yonkinto siyeke yonkinto EZimbali masiye eZimbali EZimbali masiye eZimbali EZimbali masiye eZimbali EZimbali masiye eZimbali EZimbali masiye eZimbali Masiye eZimbali sidle kamnandi Masikhohlwe yonkinto siyeke yonkinto Masiye eZimbali sidle kamnandi Masikholwe yonkinto siyeke yonkinto siyeke yonkinto [Pre-Chorus] Kutheni ngathi dala sisazana Angikalali masiye eZimabali Kutheni ngathi dala sisazana Anglikalali masiye eZimbali [Chorus] EZimbali eZimbali masiye eZimbali EZimbali eZimbali masiye eZimbali EZimbali eZimbali masiye eZimbali EZimbali eZimbali masiye eZimbali
Rate this song
0/5.0 - 0 Ratings
Loading comments...
Credits
- Writers
- Ami Faku