Stixo (64 Bars)

Lyrics
Exe Shap, whuzet, k'hambani Upheth' uKweila, queen yase Khaltsha Before ndiqal' uadressa ezikaka Khani cleane ezo ndlebe, exe xani vasa Cause le ndizoy'thetha ay'zo ngena kamnandi Kuse khona ezinye irappers ezind'qhela kak'bi IWes kule game ndim uoledi, nizi laaitie Ndavusa irappers bezilele manyani Awunond'fanisa nezinye, asifani Xa us'faka kwi graph, ama bars awulingani Sonke singa ringa kodwa icalls asifani S'Xhosa sam sase kasi As'fani no ifani Ndim umamakho inoba nilibele Inspiration nil'ncance kwеli bele Industry apha ekapa nday'vusa ibilеle Ndibeke kwi feature sow'yazi ndiy'bulele Ndawina iAward, hayi enkosi ndibulele I can do it again but this time ndicimele Niringa emva kwam, xand'thi gqi nizimele Ez'wey niz'ringayo exe khaniz'mele Yintoni ingxaki yenu nam khani thethe Ringa nestixo Se game ndik'sikele Le wey ndiyenzel' ikhaltsha ndimamele I dream about killing the game xandilele Exe, and'thand' uphikiswa Eyam idrip, ingcwele iyaphilisa Put my hand on the bible, and'zoy'phika Ngoma zenu azi lendi, ziyagqithisa Nina niyathanda uthetha kakhulu, khanenz' imali, niyek' umosha Abanye benu sen' cappa kakhulu Nidlala nge xesha, exe ndiya boxa EStudio sidinga iwash namamedi Mas'thol' itrans' siyobacosha If uAmanda akaz'shayi ngohamba Bakhona abanye, andizo fosta Xasibuyela endlini, khanicimeni iphone, cause andiz'shayi ngo fota After recording ba posta ama snippet Kancane suphapha, phola Ses'thenge iJager ne Case le wash ba bafuna ichampage bazoz'bona As'kazulala sibusy siyaphanda, coz le mpilo ayimanga iyacosta Ndizohlala ndiy'lamedi ene ghoni Awunolenza ixesha aw'liboni Oko nda cute but k'le game ndi ngu totsi Ndiyabullisha kwi ndustry andixoki URiky uthe ndiy'bakhulu akaposi IDrip and'thengi cause iza nge posi OLine abay3 but owam awumfogi Xaw'lay'tv soze ningand'boni Le game ay'khapheli fak' imali uzobona
Rate this song
0/5.0 - 0 Ratings
Loading comments...
Credits
- Writers
- ZinoD
- Dee Koala