Wahazulwa

Album cover art for "Wahazulwa" by Busi Mhlongo

Busi Mhlongo - Pop, IsiXhosa

Wahazulwa

1 Plays

View ArtistView Album

Lyrics

[Chorus] Wahazulwa ngenxa yami Liwa laphakade Kuze ndizifihle kuwe Nxeba lika Yesu Nxeba lika Yesu Yeyani na le mikrozo Kwelo cala lakho? Yeyegazi, yeyamanzi Ma ndihlanjululwe Ma ndihlanjululwe Wahazulwa ngenxa yami Liwa laphakade Kuze ndizifihle kuwe Nxeba lika Yesu Nxeba lika Yesu Yeyani na le mikrozo Kwelo cala lakho? Yeyegazi, yeyamanzi Ma ndihlanjululwe Ma ndihlanjululwe [Verse] Andinanto esandleni Ndize kanye, nkosi! Se ndondele ekrusini Ekubethelweni Ekubethelweni [Chorus] Wahazulwa ngenxa yami Liwa laphakade Kuze ndizifihle kuwe Nxeba lika Yesu Nxeba lika Yesu Yeyani na le mikrozo Kwelo cala lakho? Yeyegazi, yeyamanzi Ma ndihlanjululwe Ma ndihlanjululwe Ma ndihlanjululwe Ma ndihlanjululwe Ma ndihlanjululwe Ma ndihlanjululwe Ma ndihlanjululwe Ma ndihlanjululwe Ma ndihlanjululwe Ma ndihlanjululwe [Outro] Wahazulwa ngenxa yami Liwa laphakade Yeyegazi, yeyamanzi Ma ndihlanjululwe Ma ndihlanjululwe

Rate this song

Rate this song

0/5.0 - 0 Ratings

5
0.0% (0)
4
0.0% (0)
3
0.0% (0)
2
0.0% (0)
1
0.0% (0)

Loading comments...

Credits

Credits Not Found