The Journey

Lyrics
Babesethi,Babesethi Iyohhh Babesethi, Babesethi Iyohhh Babesethi into yethu, iyo khawlez'iphele Babeyijonge ngamany'amehlo Oh, kodwa baphoqekile Ngoba,ngoba,ngoba Uthando lwami nawe, alehlulwa Babesibalel'iminyaka Babesibalel' iintsuku Babesibalel' iiveke Babesibalel'into yonke Babesethi Kanti,kanti,kanti Uthando lwam nawe,alehluhlwa Iyohhh Wembebembe owahh Wembebembe owahh Kodwa awesekho Babeqing'ukba benze Ndizaba qelel'into ephakath'kwenhliziyo yam Andibajongi neze Babeth'emva kwendlu Iyoh iyoh Babeqing;ukba ndizakunqokola nabo Ndibacele into yok'ba Yaz ndiyak'thando kusase ngalolo hlobo Babeth'emva kwendlu Iyoh Babeqing;ukba ndizakunqokola nabo Ndibacele into yok'ba Yaz ndiyak'thando kusase ngalolo hlobo Wembebembe iyohhh
Rate this song
0/5.0 - 0 Ratings
Loading comments...
Credits
- Writers
- Toshi