Buyela Kum

Lyrics
[Verse 1] Andikwaz'ukulala ndicingana nawe Uzobuya nini? I need to hear your voice eb'suku nemini Baby wam', ndithanda wena wedwa Kutheni ungafun' uk'thanda mina ndedwa I need to feel you close to me Cause I can't breathe without you [Pre-Chorus] Sthandwa sam' Bambo lwam' Why undenza so Kutheni undenza so Ndifun'ukuhlala ndingowakho Ooh sthandwa sam Bambo lwami Why undenza so Kuthen'undenza so oh Ndifun'ukuhlala ndingowakho [Chorus] Buyela kum' Buyela kum' sthandwa Ntliziyo yam' ifuna wena Ooh nok'ba awundithandi Ndizokuthanda Kuze kuyovalwa wena lovey wam' [Verse 2] Time and time again Ndimane ndikhubeka Andimfun' omunye Ngaphandle kwakho Kodwa nd'yahluleka Wen'uyabaleka You don't love me like I love you baby baby Mna ndifuna wena Wen' ufunomunye... [Pre-Chorus] Sthandwa sam' Bambo lwam' Why undenza so Kutheni undenza so Ndifun'ukuhlala ndingowakho Ooh sthandwa sami Bambo lami Why undenza so Kuthen' undenza so oh Ndifun'ukuhlala ndingowakho [Chorus] Buyela kum' Buyela kum' sthandwa Ntliziyo yam' ifuna wena Ooh nok'ba awundithandi Ndizokuthanda Kuze kuyovalwa wena lovey wam' [Bridge] Why you makin' me so crazy Wen' uyandphambanisa Hlal' undphazamisa Dlala ngenhliziyo yam' Tell me what I gotta do Phila ngaphandle kwakho and'cingi tu Why you makin' me so crazy Wen' uyandphambanisa Hlal' undphazamisa Dlala ngenhliziyo yam' Tell me what I gotta do To be with you [Chorus] Buyela kum' Buyela kum' sthandwa Ntliziyo yam' ifuna wena Ooh nok'ba awundithandi Ndizokuthanda Kuze kuyovalwa wena lovey wam'
Rate this song
0/5.0 - 0 Ratings
Loading comments...
Credits
- Writers
- Amanda Black