Apho

Lyrics
[Verse] Thatha ixesha londicinga Ukhumbul'ukuba Sakhe sasobabini kwelilizwe Ntsuku zonke indim nawe Sibambene ngezandla Sisithi sofelena [Chorus] Apho' (apho') aph uhleli khona? (uhleli khona) Apho' (apho') aph uhleli- Ukhe (ukhe) ukhundicinge? (dicinge) Ukhe (ukhe) ukhundi- Apho' (apho') aph uhleli khona (uhleli khona) Apho' (apho') aph uhleli- Ukhe (ukhe) ukhundicinge? (dicinge) Apho' (apho') aph uhleli khona? [Verse] Thatha ithuba londicinga Ukhumbul'ukuba Sakhe sasobabini kwelilizwe Ntsuku zonke indim nawe Sibambene ngezandla Sisithi sofelena [Chorus] Apho' (apho') aph uhleli khona? (uhleli khona) Apho' (apho') aph uhleli- Ukhe (ukhe) ukhundicinge? (dicinge) Ukhe (ukhe) ukhundi- Apho' (apho') aph uhleli khona? (uhleli khona) Apho' (apho') aph uhleli- Ukhe (ukhe) ukhundicinge? (dicinge) Apho' (apho') aph uhleli khona?
Rate this song
0/5.0 - 0 Ratings
Loading comments...
Credits
- Writers
- Alfa Mist
- Bongeziwe Mabandla